iFetal alcohol spectrum disorder

Post cover image

Yintoni iFASD?


FASD yingqokolelano yezigulo ezifunyanwa ngumntana Ono mama obesela ngelixesha azithweleyo.

Ezi zigulo ibazezengqondo, zesimilo, nokhubazeka emzimbeni. Umzantsi Afrika lelona lizwe linabantu abane FASD ehlabathini.



Kwezeka ntoni xa umntu esela ekhulelwe?


Utywala buye buyofika emntaneni buphazamise ingqondo esakhulayo



Iimpawu ze FASD.


Ezomzimba


Isindo esincinci

Ubufutshane obugqithisileyo

Intloko encinci

Impawu zobuso ezingaqhelekanga ezifana amehlo avuleke kancinci, imilebe eyimichwe.


Eze similo/ nezosebenza


Ukungeva nengxaki zamehlo

Ingxaki zolala noncanca ebusaneni

Ukulibala

Ukungakwazi ukumamela

Uthetha Kade

Ukungakwazi uhlala phantsi/ ingathi ahlale exakekile

Iingxaki zofunda



Ukuthintela


Kubalulekile ukungaseli xa ukhulelwe.


Ayikho indlela yokunyanga iFASD.

Ukusa umntana onoloyiko ngaye kugqirha okanye eclinic ayojongwa enzelwe nenkamnkam.

Asiwe esikolweni sabantu Bafana naye

Akhule kwikhaya elifudumeleyo nelinothando



Ungalifumana Phi uncedo


I FASfacts ifundisa umphakathi ngokusela ukhulelwe. Inayo ne pregnant woman mentoring programme, iPWMP incedisa abantu bayeke usela bekhulelwe okanye bencancisa



Related Posts

Tags
  • Alcohol
    Substance Abuse
    Pregnancy
    Baby Care
    Drink